
Wanda by Sihle Nontsokweni - IsiXhosa
- Regular price
- R 150.00
- Sale price
- R 150.00 Sale
Free shipping on all orders over R550. Shipping calculated at checkout.
Quantity must be 1 or more
Khawudibane noWanda, onesihlwitha seenwele ezintle. Ukhaliphile yaye womelele, kodwa akonwabanga kuba usoloko echwikishwa ngalo lonke ixesha ngamakhwenkwe afunda nawo esikolweni.
Ngokumane ekhumbula iimfihlelo zikaMakhulu wakhe ngokubotshwa, ukuqhinwa nokukanywa kweenwele, uyaqalisa ukuyamkela into yokuba iinwele zakhe zisisithsaba ekufuneka aziqhenye ngaso. Le ncwadi imalunga nobuni kunye nobuhle, kwaye ibhiyozela ukuziqhenya ngenkcubeko ethi igqithiselwe izizukulwana ngezizukulwana.
32 Pages
Sihle Nontshokweni, Mathabo Tlali, Burgen Thorne, Chantelle Burgen
About the Author
Sihle Nontshokweni is a PhD candidate at KU Leuven. Her research is focused on the successes and failures of school desegregation in post-apartheid South Africa. Prior to that, she lived in China, completing a master’s at Peking University where she studied the aspirations of African migrant entrepreneurs living in Guangzhou, South of China. She has a deep interest in how racialised contexts affect identity and aspirations.